• А
  • Б
  • В
  • Г
  • Д
  • Е
  • Ж
  • З
  • И
  • К
  • Л
  • М
  • Н
  • О
  • П
  • Р
  • С
  • Т
  • У
  • Ф
  • Х
  • Ц
  • Ч
  • Ш
  • Э
  • Ю
  • Я
  • A
  • B
  • C
  • D
  • E
  • F
  • G
  • H
  • I
  • J
  • K
  • L
  • M
  • N
  • O
  • P
  • Q
  • R
  • S
  • T
  • U
  • V
  • W
  • X
  • Y
  • Z
  • #
  • Текст песни Heavy-K - Dlala Ngam

    Просмотров: 6
    0 чел. считают текст песни верным
    0 чел. считают текст песни неверным
    На этой странице находится текст песни Heavy-K - Dlala Ngam, а также перевод песни и видео или клип.
    (Hayi hayi hayi) Ngab' uphilel' ububele bakho
    (Hayi hayi hayi) Ngaziphilel' imfundiso zakho
    (Hayi hayi hayi) Ngaluphilel' uthando lwakho
    (Hayi hayi hayi) Ngaluphila

    Yini ngani na udlala ngam (Udlala ngam udlala ngam)
    Yini ngani na uhlekisa ngam (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam)

    Yini ngani na uhlekisa ngam (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam baby)

    Ho (Baby)
    Aho ofana nam (Baby)
    Aho ofana nam (Baby)
    Aho ofana nam (Baby)
    (Udlala ngam udlala ngam baby)
    Aho ofana nam (Baby)
    Aho ofana nam (Baby)
    Aho ofana nam (Baby)
    (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam baby)
    Osalako wawo umphefumlo wam
    Ndishiye ngedwa nayena nobani na
    Osalako wawo umphefumlo wam
    Zthembiso zange uzigcine
    (Hayi hayi hayi) Ngab' uphilel' ububele bakho
    (Hayi hayi hayi) Ngaziphilel' imfundiso zakho
    (Hayi hayi hayi) Ngaluphilel' uthando lwakho
    (Hayi hayi hayi) Ngaluphila
    Yini ngani na udlala ngam (Udlala ngam udlala ngam)
    Yini ngani na uhlekisa ngam (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam)
    Yini ngani na udlala ngam (Udlala ngam udlala ngam)
    Yini ngani na uhlekisa ngam (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam baby)
    Yini ngani na udlala ngam (Udlala ngam udlala ngam)
    Yini ngani na uhlekisa ngam (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam)
    Yini ngani na udlala ngam (Udlala ngam udlala ngam)
    Yini ngani na uhlekisa ngam (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam baby)
    Why unje why unjena nana
    Why unje why unjena darlie
    Uyiphulile intliziyo yam
    Uziphulile izethembiso zam
    Azange mna ndakuhlupha ngento eninzi
    Azange mna ndakuhlupha ngento eninzi
    Azange mna ndakuhlupha ngento ngento eninzi
    Yini ngani na udlala ngam (Udlala ngam udlala ngam)
    Yini ngani na uhlekisa ngam (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam)
    Yini ngani na udlala ngam (Udlala ngam udlala ngam)
    Yini ngani na uhlekisa ngam (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam baby)
    Yini ngani na udlala ngam (Udlala ngam udlala ngam)
    Yini ngani na uhlekisa ngam (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam)
    Yini ngani na udlala ngam (Udlala ngam udlala ngam)
    Yini ngani na uhlekisa ngam (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam baby)
    Ho (Baby)
    Aho ofana nam (Baby)
    Aho ofana nam (Baby)
    Aho ofana nam (Baby)
    (Udlala ngam udlala ngam)
    Aho ofana nam (Baby)
    Aho ofana nam (Baby)
    Aho ofana nam (Baby)
    (Uhlekisa ngam uhlekisa ngam baby)

    Смотрите также:

    Все тексты Heavy-K >>>

    Опрос: Верный ли текст песни?
    Да Нет